fudusa izinto ezivela kusetyenziso loluhlu lokufunda ukuya kwi-microsoft edge

Fudusa izinto ezivela kusetyenziso loLuhlu lokuFunda ukuya kwi-Microsoft Edge

Kukho uluhlu lokufunda elakhelwe ngaphakathi kwi-Microsoft Edge, ibrawuza entsha kwi-Windows 10. Ukuba usebenzise usetyenziso loLuhlu lokuFunda kwi-Windows 8.1 yaye ngoku uye wahlaziya ukuya kwi-Windows 10, fudusa izinto ukusuka kusetyenziso oludala ukuya kwi-Microsoft Edge.
Kusetyenziso loLuhlu lokuFunda, khetha into oza kuyivula kwi-Microsoft Edge.

(Ukuba ivuleka kwibrawuza eyahlukileyo, okokuqala yiya kuQalisa, emva koko Iisetingi > Inkqubo > Usetyenziso lwesiseko uze utshintshe ibrawuza yakho yewebhu yesiseko kwi-Microsoft Edge.)
Kwi-Microsoft Edge, khetha iayikhon yenkwenkwezi, ukhethe Uluhlu lokuFunda, uze ukhethe uYongeza.

fudusa izinto ezivela kusetyenziso loluhlu lokufunda ukuya kwi-microsoft edge
fudusa izinto ezivela kusetyenziso loluhlu lokufunda ukuya kwi-microsoft edge

Leave a Reply

Your email address will not be published. Required fields are marked *

This site uses Akismet to reduce spam. Learn how your comment data is processed.