i-windows hello kwi-windows 10

Yintoni i-Windows Hello?

I-Windows 10

I-Windows Hello yindlela yobuqu ngakumbi, ekhuselekileyo yokufumana ufikelelo olukhawulezayo kwizixhobo zakho ze-Windows 10 usebenzisa umzila womnwe wakho, ubuso, okanye ukuchonga iliso.

Ii-PC ezininzi ezinesifundi somzila womnwe zilungele ukusebenzisa i-Windows Hello ngoku, nezixhobo ezingakumbi ezinokubona ubuso bakho nekhozo leliso ziyeza kungekudala. Ukuba unesixhobo esihambelana ne-Windows Hello, nantsi indlela yokusilungiselela:

i-windows hello kwi-windows 10
i-windows hello kwi-windows 10

I-Windows 10 Mobile

I-Windows Hello yindlela yobuqu yokusayina ungene kwizixhobo ze-Windows 10. Inakana amehlo akho ukuqinisekisa ubunguwe, nto leyo ethetha ukuba ufumana ukhuseleko lohlobo lweshishini ngaphandle kokufuneka uchwetheze iphaswedi.
I-Windows Hello iyigcina njani inkcazelo yam yobuqu?
Ezinye iifowuni ze-Lumia ezisebenzisa i-Windows 10 zilungele ukusebenzisa i-Windows Hello ngoku, yaye izixhobo ezingakumbi ezinobalulo lweliso ziyeza kungekudala.
Ilayitile kuQalisa, swayipha ukuya kuluhlu loSetyenziso, emva koko ukhethe Iisetingi > Ukhetho lokusayina ungene.
Xa usetiwe, uza kukwazi ukuvula ifowuni yakho ngokujonga nje.

Leave a Reply

Your email address will not be published. Required fields are marked *