khumbula iiphaswedi kwi-microsoft edge

Xa utyelele iwebhusayithi efuna ukuba usayine ungene, i-Micrsoft Edge iza kubuza ukuba uyafuna ukuba igama lomsebenzisi lakho okanye iphaswedi ikhunjulwe. Kwixa elizayo utyelela isayithi, i-Microsoft Edge iza kugqibezela ukugcwalisa inkcazelo yeakhawunti yakho.

Ukugcina iphaswedi kulayitile ngokusisiseko, kodwa nantsi indlela yokuyilayita okanye uyicime:
Kwibhrawuza ye-Microsoft Edge, khetha Izenzo ezingakumbi (…) > Iisetingi > Jonga iiSethingi Eziphucukileyo.
Jika Unikelo lokugcina iiphaswedi ukuze Zicime.
Qaphela: Oku akuzicimi iiphaswedi ezigcinwe kwixa elidlulileyo. Ukuze wenze oko, yiya iiSetingi, khetha Khetha ofuna ukukususa ngaphantsi Susa ingcombolo yokubhrawuza, uze ukhethe iiPhaswedi.

Leave a Reply

Your email address will not be published. Required fields are marked *