lungisa iingxaki zokusayina ungene kusetyenziso lwe-xbox

Lungisa iingxaki zokusayina ungene kusetyenziso lwe-Xbox

Ukuba unengxaki nokusayina ungene kusetyenziso lwe-Xbox, nazi izinto ezimbalwa ongazizama.
Qinisekisa uqhagamshale kwi-intanethi.
Yiya ku Xbox.com uze usayine ungene khona ukuqinisekisa inkonzo ye-Xbox iyasebenza yaye akunangxaki nenakhawunti yakho.


Kwi-PC yakho, yiya ku Qalisa > Iisetingi > Ixesha nolwimi. Ngaphantsi Umhla nexesha , qiniseka ukuba isetingi yokuSeta ixesha ngokuzenzekelayo ilayitiwe.
Ukuba lonke olunye ukhetho alusebenzi, yiya ku Qalisa > Iisetingi > Iiakhawunti uze ufumane iakhawunti ye-Microsoft oyisebenzisileyo ukusayina ungene kusetyenziso lwe-Xbox, uze ukhethe Shenxisa. Emva koko ubuyele emva kusetyenziso lwe-Xbox uze usayine ungene ngeakhawunti ye-Microsoft osandula ukuyishenxisa.

Leave a Reply

Your email address will not be published. Required fields are marked *