ndingazi njani enoba ndingayithemba iwebhusayithi kwi-microsoft edge

Ndingazi njani enoba ndingayithemba iwebhusayithi kwi-Microsoft Edge?

Ukuba iqhosha lokutshixa ecaleni kwedilesi yewebhusayithi kwi-Microsoft Edge, lonto ithetha ukuba:
Into oyithumelayo noyifumanayo kwiwebhusayithi ienkhripthiwe, nto leyo eyenza kube nzima kuye nabani na omnye afumane le nkcazelo.

Continue reading “ndingazi njani enoba ndingayithemba iwebhusayithi kwi-microsoft edge”

qhagamshela isixhobo se-bluetooth kwi-pc yam

Qhagamshela isixhobo sesandi se-Bluetooth okanye umboniso ongenangcingo kwi-PC yakho

Qhagamshela isixhobo sesandi se-Bluetooth (i-Windows 10)

Ukuze uqhagamshele i-headset yakho ye-Bluetooth, ispikha, okanye i-headphones kwi-Windows 10 PC, kuza kufuneka udibanise isixhobo kuqala.

Continue reading “qhagamshela isixhobo se-bluetooth kwi-pc yam”

tshintsha iisetingi zokusayina ungene zentengo zevenkile yewindows

Tshintsha iisetingi zokungenela ukuthenga kwiVenkile yeWindows

Ivenkile yeWindows ifuna iphaswedi yakho rhoqo xa ufuna ukuthenga okuthile. Ukuze wenze lula ukuthenga uze utsibe inyathelo lephaswedi:
Yiya kusetyenziso lweVenkile uze ukhethe umfanekiso wakho wokusayina ungene kufutshane nebhokisi yokhangelo.

Continue reading “tshintsha iisetingi zokusayina ungene zentengo zevenkile yewindows”

khusela ei-windows 10 pc yakho ngesikhuseli se-windows

Indlela yokukhusela i-Windows 10 PC yakho

Where’s Security Essentials?

Ukuba une-Windows 10, awunako ukufumana iiMfuneko zoKhuseleko ze-Microsoft. Kodwa akuyidingi, kuba sele unaso isiKhuseli se-Windows, esinikela iqondo elifanayo lokhuseleko.

Continue reading “khusela ei-windows 10 pc yakho ngesikhuseli se-windows”