tshintsha ingingqi yakho kwivenkile ye-windows

Kwi-Windows

Ukuba ufudukela kwilizwe okanye ingingqi eyahlukileyo, tsintsha isetingi yengingqi yakho ukuqhubeka uthenga kwiVenkile. Qaphela: Iimveliso ezininzi ezithengwe kwiVenkile yeWindows kwenye ingingqi eziyi kusebenza kwenye. Ezi ziquka i-Xbox Live Gold ne-Groove Music Pass, usetyenziso, imidlalo, umculo, iimuvi, nemiboniso ye-TV.

Continue reading “tshintsha ingingqi yakho kwivenkile ye-windows”

tshintsha iisetingi zokusayina ungene zentengo zevenkile yewindows

Tshintsha iisetingi zokungenela ukuthenga kwiVenkile yeWindows

Ivenkile yeWindows ifuna iphaswedi yakho rhoqo xa ufuna ukuthenga okuthile. Ukuze wenze lula ukuthenga uze utsibe inyathelo lephaswedi:
Yiya kusetyenziso lweVenkile uze ukhethe umfanekiso wakho wokusayina ungene kufutshane nebhokisi yokhangelo.

Continue reading “tshintsha iisetingi zokusayina ungene zentengo zevenkile yewindows”