Ukusekela Windows 10

indlela yokuyila iphaswedi enzima

Yila iphaswedi enzima

Iiphaswedi ezinzima zinceda ukuthintela abantu abangagunyaziswanga ukuba bafikelele iifayile, iinkqubo, nezinye izibonelelo, yaye zifanele zibe nzima ukuzithekelela okanye ukuzizama. Iphaswedi enzima:
Ziikharektha ezisibhozo ubuncinane


Ayiqulethanga igama lomsebenzisi lakho, igama lenene, okanye igama lenkampani
Ayiqulethanga igama elipheleleyo
Yahlukile ngokuphawulekayo kwiiphaswedi ezidlulileyo
Iqulethe oonobumba abakhulu, oonobumba abancinane, iinombolo, kunye neesimboli

Exit mobile version