Fumana uncedo ngosetyenziso lomculo lwe-Groove

Windows 10 help blog
Cortana is available in these regions for these languages:
Australia: English
Canada: English
China: Chinese (Simplified)
France: French
Germany: German
India: English
Italy: Italian
Japan: Japanese
Spain: Spanish
United Kingdom: English
United States: English
Awukwazi ukufumana iprinta yakho kuluhlu? Qinisekisa ilayitiwe yaye iqhagamshele kwinethiwekhi ye-Wi-Fi efanayo nefowuni yakho. Ukuba awukayifumani, jonga ukuba iprinta yakho iyahambelana ne-Windows 10 Mobile printa.
Imbali yakho yokubrawuza yinkcazelo i-Microsoft Edge eyikhumbulayo—kuquka iiphaswedi, inkcazelo oyingenise kwiifomu, neesayithi ozityeleleyo—neevenkile kwi-PC njengoko ubrawuza iwebhu.
Ukuze ubone imbali yokubrawuza yakho, khetha Ihabhu > Imbali. Ukuze uyicime, khetha Susa yonke imbali, khetha iintlobo zengcombolo okanye iifayile ofuna ukuzishenxisa kwi-PC yakho, emva koko ukhethe uSusa.
Continue reading “jonga okanye ucime imbali yokubrawuza kwi-microsoft edge”