Yintoni i-Windows Hello?
I-Windows 10
I-Windows Hello yindlela yobuqu ngakumbi, ekhuselekileyo yokufumana ufikelelo olukhawulezayo kwizixhobo zakho ze-Windows 10 usebenzisa umzila womnwe wakho, ubuso, okanye ukuchonga iliso.
Windows 10 help blog
I-Windows Hello yindlela yobuqu ngakumbi, ekhuselekileyo yokufumana ufikelelo olukhawulezayo kwizixhobo zakho ze-Windows 10 usebenzisa umzila womnwe wakho, ubuso, okanye ukuchonga iliso.
Ukuba une-Windows 10, awunako ukufumana iiMfuneko zoKhuseleko ze-Microsoft. Kodwa akuyidingi, kuba sele unaso isiKhuseli se-Windows, esinikela iqondo elifanayo lokhuseleko.
Continue reading “khusela ei-windows 10 pc yakho ngesikhuseli se-windows”
Nazi iimpendulo zemibuzo eqhelekileyo embalwa malunga ne-File Explorer:
Ndingalukhastomayiza njani ufikelelo oluKhawulezayo?
Isebenza njani i-OneDrive kwi-Windows 10?
Continue reading “fumana uncedo nge-file explorer kwi-windows 10”
I-Windows 10 ngamaxesha athile ijonga uhlaziyo ukuze ungalujongi wena. Xa uhlaziyo lufumaneka, luza kukhutshelwa ngokuzenzekelayo luze lufakelwe – nto leyo eza kugcina i-PC yakho isexesheni neefitsha zakutshanje.