jonga okanye ucime imbali yokubrawuza kwi-microsoft edge

I-Windows 10

Imbali yakho yokubrawuza yinkcazelo i-Microsoft Edge eyikhumbulayo—kuquka iiphaswedi, inkcazelo oyingenise kwiifomu, neesayithi ozityeleleyo—neevenkile kwi-PC njengoko ubrawuza iwebhu.
Ukuze ubone imbali yokubrawuza yakho, khetha Ihabhu > Imbali. Ukuze uyicime, khetha Susa yonke imbali, khetha iintlobo zengcombolo okanye iifayile ofuna ukuzishenxisa kwi-PC yakho, emva koko ukhethe uSusa.

Continue reading “jonga okanye ucime imbali yokubrawuza kwi-microsoft edge”

iindlela zongeniso eziphucukileyo zeelwimi zasempuma asia

Ukhetho lwendlela yongeniso ephucukileyo nezixhobo

Sebenzisa iprogram ehlela indlela yokufakwa kwenkcukacha (IME) ye-Microsoft ukuze ubhale ngeelwimi zaseMpuma Asia ozifakele kwi-PC yakho.
Cofa ekunene kwisalathisi sendlela yongeniso ukutshintsha iimowudi zongeniso, vula iphedi ye-IME, okanye uvule iisetingi ze-IME ezingakumbi. Kwezinye iilwimi, uza kuba nokhetho olungakumbi, njengesixhobo sesichazi-magama sesiJapan.

iindlela zongeniso eziphucukileyo zeelwimi zasempuma asia
iindlela zongeniso eziphucukileyo zeelwimi zasempuma asia

Continue reading “iindlela zongeniso eziphucukileyo zeelwimi zasempuma asia”

lungisa uqhagamshelo kwizixhobo zeodiyo ze-bluetooth nemiboniso engasebenzisi ntambo kwi-windows 10

Lungisa uqhagamshelo kwizixhobo zeodiyo ze-Bluetooth nemiboniso engasebenzisi ntambo

Iodiyo ye-Bluetooth

Ukuba ucinezela iqhosha elithiQhagamshelakwiziko lentshukumo akusifumani isixhobo sakho, zama oku kulandelayo:
Qinisekisa isixhobo se-Windows sakho sixhasa i-Bluetooth nokuba silayitiwe. Uza kubona iqhosha le-Bluetooth kwiziko lentshukumo.

Continue reading “lungisa uqhagamshelo kwizixhobo zeodiyo ze-bluetooth nemiboniso engasebenzisi ntambo kwi-windows 10”

lungisa uqhagamshelo kwizixhobo zeodiyo ze-bluetooth nemiboniso engasebenzisi ntambo kwiselfowuni ye-windows 10

Lungisa uqhagamshelo kwizixhobo zeodiyo ze-Bluetooth nemiboniso engasebenzisi ntambo

Iodiyo ye-Bluetooth

Ukuba ucinezela iqhosha elithiQhagamshelakwiziko lentshukumo akusifumani isixhobo sakho esenziwe sasebenza kwi-Bluetooth, zama oku:
Qinisekisa isixhobo se-Windows sakho sixhasa i-Bluetooth nokuba silayitiwe.

Continue reading “lungisa uqhagamshelo kwizixhobo zeodiyo ze-bluetooth nemiboniso engasebenzisi ntambo kwiselfowuni ye-windows 10”

indlela yokusebenzisa iialam kwi-windows 10

Indlela yokusebenzisa usetyenziso lweAlam neWotshi

Khaba okanye snuza iialam

Iialam ziza kukhala naxa usetyenziso luvaliwe, isandi sicinyiwe, i-PC yakho itshixiwe, okanye (kwii-laptop ezintsha okanye ithablethi ezine-InstantGo), kwimodi yokuLala. Kodwa aziyi kusebenza xa i-PC yakho lilndile okanye icimile.

Continue reading “indlela yokusebenzisa iialam kwi-windows 10”

ndingazi njani enoba ndingayithemba iwebhusayithi kwi-microsoft edge

Ndingazi njani enoba ndingayithemba iwebhusayithi kwi-Microsoft Edge?

Ukuba iqhosha lokutshixa ecaleni kwedilesi yewebhusayithi kwi-Microsoft Edge, lonto ithetha ukuba:
Into oyithumelayo noyifumanayo kwiwebhusayithi ienkhripthiwe, nto leyo eyenza kube nzima kuye nabani na omnye afumane le nkcazelo.

Continue reading “ndingazi njani enoba ndingayithemba iwebhusayithi kwi-microsoft edge”

tshintsha iisetingi zokusayina ungene zentengo zevenkile yewindows

Tshintsha iisetingi zokungenela ukuthenga kwiVenkile yeWindows

Ivenkile yeWindows ifuna iphaswedi yakho rhoqo xa ufuna ukuthenga okuthile. Ukuze wenze lula ukuthenga uze utsibe inyathelo lephaswedi:
Yiya kusetyenziso lweVenkile uze ukhethe umfanekiso wakho wokusayina ungene kufutshane nebhokisi yokhangelo.

Continue reading “tshintsha iisetingi zokusayina ungene zentengo zevenkile yewindows”